C. (@chums_x) header
C. (@chums_x) profile picture

just me saying nothing and everything in one place | Mdange kaTshiwo

Joined January 2017
Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)Photo by C. (@chums_x)
I hate ibhaso so much, wdym ndizifolelw wena ufuna undixelela iindaba zam ?!
1
317
Abanye benu bayandi phambanela and k’dala ndithule. THIS IS MY LIFE AND I WILL LIVE IT NGENDLELA EFUNWA NDIM. If you are pressed, sela amanzi if ayaphuma etepini uxole. Andizophilela nina mna❤️ Happy Saturday.
22
78
13
892
26,831
“Lento ikuwe Kumele wale Ngawe Ungakwenqeni ukuziqoqa ukhumbule ukuthi Ukuthi imfihlo yempilo Ukuphilisana nabanye abantu Zikhona iintliziyo ezinesineke Oh Mina mina Ngicela kungabi noyedwa ofela ngaphakathi Oh Mina mina Ngicela kungabi noyedwa ofela ngaphakathi…” 🥹♥️
2
3
240
ngoba ndijongile nje asoze sibenanto.
This quoted post is unavailable.
3
4
358
valid, siyavuyisana nabo but hayi noko.
... a very rude and disgruntled 947 listener called Anele Mdoda on air to say kwanele
1
478
Justice for Laz yhini 😭✋🏾
Kukho lamfana olala ngecala ebhedini enze TikTok videos nge ndaba zabantu. He said Eastern Cape is small like a peanut. I believe him. What is this mess?
1
269
Education bafazi, education
17
1,670
38
5,571
67,611
Andifuni uTshawe aphume esbhedlele 😭✋🏾
“Hayi Tshawe, hayi Tshawe, hayi Tshawe, hayi Tshawe NURSE! NURSE! NURSE! NURSE! NURSE!” 😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭
3
1
6
957
Oh hayi kukude emntwini nyani.
116
Owam une masters mna ndisene undergrad so she’s definitely educated more than me
Replying to @VuyoR_
Our parents are not more educated than us, sanuxoka.
1
2
4
1,833
uzong’xolela angeke ngikwazi uku-, angeke ngikwazi uk’fela othandweni ngenxa yakho. ziveze njalo kimi nje, ukhuselekile njalo nje.
If Ziveze has no listeners, ndibhubhile 🥹 Ayopheli imini ndingaymamelanga yhoooooooooo
1
196
I know morality is subjective. But nha man, we need to start looking at the level of corruption in this country from a perspective of moral decay as well.
5
240
13
562
8,983
event colour party 🙏🏾
lo mgidi une guest list & funeka ugide nge proof of payment 😭😭🤘🏾
3
359
Heavy on 4. Umntana abamenzisi neesingles, Hleli nje uyampampatha, nguye neAfro comb.
Hot takes zam ezibandayo: 1. Mpumelelo loves his siblings 2. Abo is a horrible human njengo mama wakhe 3. Lwandle uzomshaya uMseleku (and Mpumelelo) one day 4. Thando is overlooked 5. Mseleku doesn’t know how to read the room #IzinganeZesthembu
5
14
3
339
32,643
Mandikhe ndiyizile Inimba maan.
149
once your WhatsApp statutes look like this, undiluzile
3
1
290
C. retweeted
Enkosi Bawo nge internet 😭😭🙏🏽
Nako uBhuti enkantolo #Allegedly
3
83
1
546
22,639
“You must never behave as if your life belongs to a man. Your life belongs to you and you alone.” -Half of a Yellow Sun.
11
515
30
2,187
30,945
Iphela nini le veki kungeka pheli mna
1
3
7
330
umntu okhethayo uba uzawphendula omphi u congratulations uyandinceda because soze ndiphinde nditsho noba angayi president ye country
1
100
5
362
13,507